IsiXhosa SAL P1 (Western Cape)

Feb-March 2012 โ€” Grade 12 / Matric โ€” IsiXhosa

Past Paper 2012 Grade 12 IsiXhosa - SAL IsiXhosa Hub โ†’
โ†“ Download PDF Facebook X ๐Ÿ“„ 643.7 KB View Memorandum
Preparing document

๐Ÿ“‹ Document Analysis

๐Ÿ“„ 18 pages ๐Ÿ“ 96 items found
See full analysis

Questions โ€” A Preview of What to Expect in the Document

96
This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
1.1UYA KUNQANDWA ZIINKWENKWEZI EMCULWENI umculo. eli-11,' utshilo uThembinkosi.
1.1.4Yinyaniso Bubuxoki (2) ecaweni?
1.1.7Yinyaniso Bubuxoki ? UThembinkosi akazange ayifumane leMatriki ngenxa yomculo. (1) IsiXhosa Ulwimi Lwesibini Olongezelelweyo
1.1.1UThembinkosi uthanda ukucula wuphi umculo? (1\
1.1.2Kwakutheni ukuze uThembinkosi aqale ukucula esemncinane? (1\ UMHLATHI 2
1.1.3UThembinkosi wayeneminya ka emingaphi ukuqala kwakhe okanye ? Akufumana ikeyboard, uThembinkosi wayekwazi ukuyicofa kakuhle. Xhasa impendulo yakho ngokubhekiselele kwisicatshulwa.
1.1.5UBishop Mondi wavumela ukuba uThembinkosi enze ntoni UMHLATHI 3
1.1.6Yeyiphi iCD eyashicilelwa yikwayala kaThembinkosi? (1\ okanye imvume yokuqhubekeka nesikolo ukuya kufikelela kwibanga
1.1.8UBra Mike wayefuna ntoni kuThembinkosi? (1\
1.1.9UBra Mike wayephangela (wayesebenza\(1\ UMHLATHI 4
1.1.10Ibinzana elithi, 'kweengxoxo ezishushu' lithetha ntoni? Khetha
1.1.11Wenze ntoni uThembinkosi ak ukhululwa yikwayala yakhe? (1\ UMHLATHI 5
1.1.12UThembinkosi ufumene ithuba lokudibana nabani xa wayecula noRebecca Malope kwiCD yakhe ethi Rebecca with Friends UMHLATHI 6
1.1.13Eyona ngoma ithandwa kakh ulu ngabaxhasi bakaThembinkosi yeyiphi? Kutheni usitsho?
1.1.14Ithini ingcebiso kaThembinkos UMHLATHI 7
1.1.15UThembinkosi ut handa ukutya ntoni? (1\
1.1.16Yeyiphi inkqubo yaseMzantsi Afrika ethandwa nguThembinkosi
1.1.17Nika igama lene eefilim elithandwa ISICATSHULWA B: OKUBONWAYO BONA
1.2Jonga le khathuni, uze uphendule le mibuzo ilandelayo. [Ikhutshwe kwi , Juni 2003: 111] (1)1
1.2.1UShoti woyika ntoni kwibhokisi yokuqala?
1.2.2Ngubani obetshat a kuMgqibelo ophelileyo? (1\
1.2.3Ngubani osebenza kwifektri eyenza iiswiti? (1\
1.2.4Emitshatweni kusoloko kuphoswa ntoni bakuphuma ecaweni
1.2.5UShoti umangaliswe yint oni emtshatweni ngempelaveki ephelileyo?
1.2.6AMajita athi, 'Intle loo nto.' Kwibhokisi yesine. Kutheni esitsho nje? (1\
1.2.7Kutheni uShoti esoyika ngoku? (2\
1.2.8Ucinga ukuba uShoti uziva njani kwibhokisi yesibhozo? (1\
1.2.9UShoti uzama ukuthini ngoSti x xa esithi, 'Kubhetele nje kuba mna ndinayo ingqondo.' UMBUZO 2
3.2.3Ixhego lilondoloze imali. Lithenge imoto entsha. Hamba ngqo! Sukujika! (1) (1)1
3.4.5ezine zamanzi embizeni enkulu. Bangaphi abafundi abatshonileyo?
3.1Lungisa amagama akrwelel we umgca ngaphantsi. Umama wam ungumtu ethanda ukubukela iinkqubo zininzi kumabonakude. Elona nkqubo ayithandayo nguKhumbul' ek haya. Uyayibukela le nkqubo
3.2Dibanisa ezi zivakalisi ngokomzekelo olandelayo. Umzekelo: Impendulo: Umfundi uza kufunda kakhulu abhale ngomso.
3.2.1Abantwana baza kuthanda ukutya amashwamshwam. Babukela umabonakude.
3.3
3.4Tshatisa izivakalisi ezikuKHOLAM A nezivakalisi ezikuKHOLAM B. Bhala ekileyo, umzekelo 3.4.6 F. KHOLAM A KHOLAM B Okokuqala uze ubilise iilitha Ndicela undithengele ubisi. Zingaphi iincwadi edesikeni
3.5.2Intombazana ihleli ngasekhohlo Ngasekhohlo kwentombazana kuhleli umama nenkwenkwe. (1) (1)1
3.7.3Amatikiti adulu. Umfundi weMatriki uza kufunda isiXhosa. Uyasiqonda. (1) (1)1
3.5Jonga kule mifanekiso ingezantsi uf unde izivakalisi. Khetha umfanekiso ohambelana nesivakalisi ngasinye ubhal e inombolo efanelekileyo kuphela,
3.5.1kwaye inkwenkwe yona ihleli phakathi kwentombazana nomama.
3.6Jonga kulo mfanekiso uphendule imibuzo. Umzekelo: Impendulo: Thelekisa umthi A nomthi B ngobude. Thelekisa umthi A nomthi B ngobukhulu. (2\
3.7Dibanisa ezi zivakalisi zithathu ngok usebenzisa isihlanganisi esifanelekileyo. Khetha isihlanganisi esif anelekileyo kwibhokisi engezantsi uze ubhale isivakalisi ngokupheleleyo. de; ngakumbi; phambi koku
3.7.1Ndiza kubukela umdlalo wesoka phakathi kwamaKhosi nePirates. IPrezidanti iza kumamela izikhalazo zabemi. Iya ePalamente.
3.8.3Ndakufika ethilini ndibone ukrozo lwabantu olufutshane (1)1
3.9.3Yeyiphi ibhola engenamachaphaza? (1) (1) (1)1
3.10.3Impuku Isityalo Intombazana (1) (1)1
4.1.3Kubuhlungu apha (ubuso) bam. (1) (1) (1)1
3.8Bhala izichasi zala magama akrwelelwe umgca ngaphantsi.
3.8.1Besiye emyezweni wezilwany ana sabona ingonyama encinci Yhu! Andizithandi ezi diliya kuba ziswiti
3.9Jonga kule mifanekiso emva koko uphendule imibuzo.
3.9.1Zeziphi iibhola ezifanayo? Yeyiphi ibhola enamachaphaza amaninzi kunezinye iibhola?
3.10Bhala isininzi sala magama al andelayo njengakulo mzekelo. Umzekelo: Utata
3.10.1UMBUZO 4 4.1 Bhala igama elikwisibiyeli kwez i zivakalisi libe kwisalathandawo. Bhala isalathandawo kuphela. Umzekelo: Impendulo:
4.1.1Ndicela ukhangele isipaji sam (imoto\ Yiya (ivenkile\ amagama akrwelelwe umgca emva kwemini.
4.2.4Ndiza kudlala ngebhola yam entsha. (1)1
4.3.3Sesiphi isilwanyana es ingenamilenze emine? yokuqala. (1) (1)1
4.4.5Umfundi ufunda kakuhle. (ixesha ebelidlula) Andidlali. (ixesha elalidlula) Iminenga ibonakala kulwandle lwaseH (1)1
4.2Yenza imibuzo eza kuhamba nez i mpendulo zilandelayo. Sebenzisa ngaphantsi kwimibuzo yakho. Umzekelo: Impendulo: Baza kufika ngo-4 Baza kufika nini?
4.2.1Umama ufuna ukudibana nobhuti esikolweni Inkwenkwe iqokelele iimotwana ezininzi Abafundi baza kubhala uviwo lwesiXhosa ngoMvulo
4.3Jonga kule mifanekis o uphendule imibuzo.
4.3.1Sesiphi isilwanyana esisengwayo? Esi silwanyana sithanda ukuleqa isilwanyana esikwibhokisi
4.4Bhala ezi zivakalisi zibe kwixesha eli bhalwe kwizibiyeli ecaleni kwesivakalisi ngasinye kwezi zilandelayo.
4.4.1Inkomo ihambe ehlathini. (ixesha eladlulayo\ Isithethi siza kuthetha. (ixesha elidlulileyo\ ermanus. (ixesha elizayo\ Intombi iza kubhala uviwo. Intombi ayizi kubhala viwo.
4.5.4UJobe uza kubulala uNgodongwana. Amahashe asela amanzi ngoku. (2) (1)1
4.6.2(1) (1) -hlala umhlali/intlalo
4.7.3-fundisa -thetha -bhala (1) (1)1
4.5Phinda ubhale ezi zivakalisi uk uze zibe kwimo elandulayo ngoku. Umzekelo: Impendulo:
4.5.1Usapho lukaRobert lwaya edamini. Abadlali bethu bafikile.
4.6Jonga kule mifanekiso uph ofanelekileyo kuphela, umzekelo 4.6.3 A.
4.6.1Yeyiphi inyoka engenalwimi luvelileyo? Le nyoka ayifani nezinye ngemigca yayo.
4.7Yakha izibizo kwezi zenzi zilandelayo. Umzekelo: Impendulo:
4.7.1IMIYALELO NENGCACISO uze uphendule UMBUZO 5. IHOLIDE EBIWEYO uze uphendule UMBUZO 6.
5.1Bangaphi abafazi abathetha kwesi sicatshulwa? (1\
5.2UMamKhwemte uthetha ngesimanga esihlele abantwana benkosi. Ngoobani ke aba bantwana athetha ngabo?
5.3Ndichazele ngesi simanga at hetha ngaso uMamKhwemte. (2\
5.4Yinyaniso okanye bubuxoki? UMaM azibuko ungumntu omdala. Xhasa impendulo yakho ngokukhupha ibinzana ok anye igama elifanelekileyo kwesi
5.5Ngoobani inkosi, unina nodade waba bafana athetha ngabo uMaKhize? Bhala
5.6UMamKhwemte ebefuna uk uboleka ntoni kuMamKhize? Ebefuna ukwenza
5.7Ibinzana elithi, 'Iimpukane eziluhla za' lithetha ntoni? Khetha ENYE kwezi zilandelayo: Abantu abahlebayo. Izilwanyana ngezilwanyana.
5.8Kuthetha ukuthini ib inzana elithi, 'ukwenza intsomi emini'? (1\
5.9Mandulo abantu babesi thi umntu owenza intsomi emini uza:
5.10Bobabini abantwana benk osi bangcwatywe ngaloo mini? Chaza. (2\
5.11OoMaMazibuko babizwe ngubani ukuze baye emngcwabeni? (1\
5.12Ingaba inkosi yabaThethwa seyiyi vile indaba ekuthethwa ngayo
5.13
6.7
6.1URobert ulilahle njani ikhadi lakhe lebhanki? (2\
6.2Umntu angayifumana phi inombolo yoku fowuna xa ikhadi lilahlekile? (1\
6.3URobert wafumana inombolo wa sebenzisa eyiphi ifowuni? (1\
6.4Indoda athethe nayo uRobert ibicela ntoni kuye? (1\
6.5Yintoni 'iindaba ezimbi' ethethe ngazo indoda yasebhankini? (2\
6.6Waziva njani uRobert emva koku va ezi ndaba? Kutheni usitsho? (2\ okanye ? Usapho lukaRobert lusoloko lusiya eholideyini exabisayo. Xhasa impendulo yakho ngokubhekiselele kwisicatshulwa.
6.8Ootsotsi bayitsala yonke imali ka Robert? Xhasa impendulo yakho. (2\
6.9Indoda yebhanki yamnceda njani uRobert? (2\ [20]20
6.10Ngoobani ababeza kuphanda um cimbi kaRobert? (1\
6.11Chaza isizathu sokuba uRobert athi chu ukuhamba egoduka ngaloo mini. (2\
6.12Chaza isizathu sokuba uRobert acinge ngokugoduka ngetreyini. (2\

Mark Allocation

Sections35 + 25 + 20 + 20 = 100 marks
Per-question sum179 marks

Paper information

SubjectIsiXhosa
Year2012
SessionFeb-March
TypePast Paper
PaperPaper 1
LanguageIsiXhosa (SAL โ€” verified from PDF)
Pages18
Downloads19

Examination context

Decade2010s
Years ago14y
Seasonโ€”
Start dayโ€”
Exam periodโ€”
Days since examโ€”

About IsiXhosa examination preparation

Grade 12 IsiXhosa past examination resources support preparation for language, comprehension, and written-response components.

Every available Grade 12 IsiXhosa past paper and memorandum is collected in the IsiXhosa hub at isixhosa.freemode.co.za โ€” browse all years, sessions and languages in one place.

How to use this resource for revision

A past examination paper is most useful when it is treated as an active revision exercise. Try the questions yourself before checking the corresponding memorandum. Where you make an error, identify the reason โ€” was it a knowledge gap, a calculation mistake, an interpretation issue, or an examination technique problem?

For stronger examination practice, complete the paper without unnecessary interruptions and keep track of the questions that take the most time. Afterwards, review the memorandum and separate knowledge gaps from mistakes caused by interpretation, calculation, structure, or examination technique.

comprehension
language knowledge
interpretation
written expression
examination technique

A practical revision approach

Complete the paper without referring to answers, then use the memorandum to identify areas where comprehension, language knowledge, or written expression can be improved.

Grade 12 subject hubs

Each matric subject has its own dedicated hub on Freemode with every past paper and marking memorandum we have archived for that subject.

Corresponding marking memorandum

Marking memorandum available

Use the corresponding memorandum after completing the paper to review your answers and identify areas that require further revision. The memorandum shows the marking approach used by DBE examiners, including method-mark allocations.

IsiXhosa HL P1 memo โ†’

File details

File size643.7 KB
Pages18
Archived on11 October 2026
File age14d
ContributorFreeMode
Fingerprint6FE168C679E7

Questions and learner discussion

Log in to ask a question or leave a review.

No questions or discussions have been posted yet.