This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
1.1Funda esi sicatshulwa sihamba nemifanekiso yaso ngononophelo uze uphendule imibuzo elandelayo. ISICATSHULWA A IINCINIBA UMHLATHI 1 Inciniba yeyona ntaka inkulu ehlabathini, kwaye ibaleka ngesantya esiphezulu kunazo zonke ezinye iintaka.
1.1.1Yeyiphi eyona ntaka inkulu ehlabathini? (1\
1.1.2Yinyaniso okanye bubuxoki? Inciniba yeyona ntaka inamendu amakhulu? Xhasa impendulo yakho.
1.1.3
1.1.4Iinciniba zibaleka iikhilomitha ezingaphi ngeyure? (1\
1.1.5Iinciniba zincedwa yintoni ukuze zibaleke ngesantya? (1\
1.1.6Nika imisebenzi EMIBINI yamaphiko enciniba. (2\ JONGA KUMHLATHI 3
1.1.7Chaza isizathu sokuba iinciniba zity e amatye. (1\ JONGA KUMHLATHI 4
1.1.8Mangaphi amaqanda enkuku anokugalelwa kwiqanda elinye lenciniba? (1\ JONGA KUMHLATHI 5
1.1.9Amantshontsho enciniba aqala nini ukuhamba? (1\
1.1.10Kufunyanwa amaqanda amangaphi kwindawo ezibeka kuyo amaqanda iinciniba? (1\ UMHLATHI 6
1.1.11Nika iimveliso eziMBINI ngaphandle kwenyama ezithengiswa ngabafuyi beenciniba. (2\ JONGA KUMHLATHI 7
1.1.12Chaza umahluko kwinkangeleko yenkunzi yenciniba nowemazi yenciniba. (2\ JONGA KUMHL ATHI 8
1.1.13Ngoobani abanokujongana neengxaki xa iinciniba zifumene isifo iAvian Flu? Xhasa impendulo yakho. (2\
1.1.14Nika izinto ekufuneka uzenze xa ufuna ukukhwela inciniba. (3\
1.1.15Ungathanda ukukhwela inciniba? Xhasa impendulo yakho. (2\
1.2Jonga kulo mfanekiso uphendule imibuzo. ISICATSHULWA B: OKUBONWAYO [Lo mfanekiso uthathwe kwi Huisgenoot Skooltake 2015 waze w ahlelwa
1.2.1Zingaphi iincwadi kulo mfanekiso? (1\
1.2.2Yintoni ebonisa ukuba ngum ntwana wesikolo lo ukulo mfanekiso? (1\
1.2.3Yincwadi yesiphi isifundo ebanjwe ngumntwana? (1\
1.2.5Ngawaphi amacebo AMABINI anokunceda lo mntwana? AMANQAKU ECANDELO A:
3.1Yeyiphi imveliso ethengiswa apha? (1\
3.2Nika isichasi seli gama: Intsha (1\
3.3Sithini isilogani sesi sibhengezo ntengiso? (1\
3.4Yimalini le mveliso ithengiswa apha? (1\
3.5Esi sibhengezo ntengiso sijolise koobani? Xhasa impendulo yakho. (2\
3.6Lungisa iziphene kwesi sivakalisi: Ivumba ze orenji simnandi. (2\
3.7Khetha amagama afanelekileyo kula akwizibiyeli. IDettol (lelona/yeyona\ mveliso (yoku hlamba/lokuhlamba\ inuka kamnandi. (2\ [10] 1110
4.1Ngo obani abangaphakathi kule moto? (2\
4.2Bhala lo myalelo ube kwisininzi: Fika uphila (1\
4.3Yintoni ebonisa ukuba le moto ayihambi kakuhle? (1\
4.4Lungisa isivumelanisi sentloko esikrwelelwe umgca ngaphantsi kwesi sivakalisi. Isantya yabul ala. (1\
4.5Nika umyalezo ofumaneka kule khathuni. (2\
4.6Bhala esi sivakalisi sibe kwixesha elidlulileyo: Uza kufa. (1\
4.7Ucinga ukuba kutheni uKufa ehleka kule khathuni? (2\ [10] 1210
5.1Funda lo mhlathi uland elayo uze uphendule imibuzo engezantsi. ISICATSHULWA UKUBALULEKA KWAMANZI Zimbalwa kakhulu izinto ezinokuphila ngapandle kwamanzi. Amanzi siwafumana ngokuthi kune imvula kuzale imilambo
5.1.1Bhala phantsi isimaphambili seli gama : imilambo (1\
5.1.2Chonga izibizo EZIBINI kwesi sivakalisi Kaloku abantu bafumana amanzi acocekileyo. (2\
5.1.3Lungisa igama elikrwelelwe umgca ngaphantsi kwesi sivakalisi. (a\ Ezi mp ompo zihle kakhulu. (1\ (b\
5.1.4Khetha impendulo echanekileyo kwezi zingezantsi. Igama elikrwelelwe umgca ngaphantsi kwesi sivakalisi likwesiphi isixando? Amanzi aluncedo kwimi zimba yethu kuba anciphisa izifo. Isixando sokwenzela
5.1.5Eli gama lakhiwe kwesiphi isibizo? ezidolophini Umzekelo: emilanjeni = imilambo (1\
5.1.6honga isithetha ntonye seli gama, ekulondolozwa kumhlathi wesibini. (1\
5.1.7Yakha isi bizo kw esi senzi: phila (1\
5.1.8Bhala isila nduli segama elikrwelelwe umgca ngaphantsi kwezi zivakalisi zilandelayo. (a\ Amanzi asetyenziswa kakhulu
5.1.9Lungisa upelo kula magama ngapandle nemanzi akrwelelwe umgca ngaphantsi kwitekisi.
5.1.10Bhala phantsi umbuzo oza kunika le mpendulo. Amatanki amakhulu agcina amanzi. (1\
5.2Qwalasela lo mfanekiso uhamba netekisi uze uphendule imibuzo engezantsi. ISICATSHULWA [Lo mfanekiso uthathwe kwi www.google.co.za 14
5.2.1Khetha igama elichanekileyo kwizib iyeli kwesi sivakalisi: Mama, (nasi, nantsi, nali\ ingxelo yesikolo. (1\
5.2.2Chonga isifanekisozwi kwintetho kamama. (1\
5.2.3Lungisa isivumelanisi senjongosenzi esikrwelelwe umgca ngaphantsi kwesi sivakalisi: Andi phumelelanga olu viwo. (1\
5.2.4Bhala eli binzana libe kwisinye: Ezi ziphumo. (2\
5.2.5Bhala esi sivakalisi sibe kwimo evumayo: Awusebenzanga. (1\ 20] AMANQAKU ECANDELO C: 15
6.1Funda esi sicatshulwa uphendule imibuzo elandelayo. ISICATSHULWA H UNODUNGE: UNAKANOZENZA: UNODUNGE: UNAKANOZENZA: UNODUNGE: Nkosi! Ndidane ndada ndadideka, kuba isemhlotsheni ngoku into yokuba bebebhunga ngokubulawa
6.1.1Chaza uvakalelo lukaNodunge kwintetho y akhe yokuqala uxhase impendulo yakho. (2\
6.1.2Ngoobani a babebhung a ngokubulawa kukaNkosi uJobe? (2\
6.1Chaza isizathu sokuba kube nzima kuNodunge ukulibala ngecebo lokubulala uNkosi uJobe. (2\
6.1Ngubani oze neendaba zecebo lokubulala uN kosi Jobe? (1\ 16
6.1.5Tshatisa umlinganiswa okuKHOLAM B nentetho echanekileyo ekuKHOLAM A . Bhala kuphela unobumba nenombolo fanelekileyo. Umzekelo: (e\ = (vii\ KHOLAM A KHOLAM B
6.1Kutheni unakaNozenza engafuni uJobe axelelwe ngecebo lokubulawa kwakhe? (2\
6.1Inkosi yayalela ukuba kwenziwe ntoni emva kokuva ngecebo lokubulawa kwayo (2\
6.1Chaza isiphumo salo myalelo wenkosi u wubhale ku
6.1(2\
6.1Chaza isizathu sokuba uJobe ayeke isihlalo sobukhosi ekugqibeleni. (2\
6.1.10Ngubani owa ngena kwisihlalo sobukhosi emva koNkosi u Jobe (1\ KUNYE 17
6.2Funda esi sicatshulwa uze uphendule imibuzo elandelayo. ISICATSHULWA I IHASHE: UMBANGAMBI: INKOSIKAZI: UDINGISWAYO: UMBANGAMBI: UDINGISWAYO:
6.2.1Chaza uvakalelo lukaMbangambi nolwenkosikazi yakhe ekuqaleni kwesi sicatshulwa, uxhase impendulo yakho ngokubhekiselele kwisicatshulwa. (2\
6.2.2Caphula kwesi sicatshulwa igama ELINYE elibonisa isan di sokuphala kwehashe. (1\
6.2.3UDingiwe uve amadoda amabini ethetha ngantoni phezu kweGqili? (2\
6.2.4UMbangambi uyintoni kuDingiswayo? (1\
6.2.5Nika isizathu sokuba abantu bazivalele ezindlwini. (2\
6.2.6Ucinga ukuba kutheni uDingisway o ebonisa uMbangambi ithanga lakhe? (2\ 18
6.2.7Bhala ezi ziganeko ngokulandelelana kwazo kule drama, ukusukela ku A ukuya ku D. Umzekelo: C, D, A, B UMawewe uyabulawa. UDingiwe ufumana uNgodongwana phantsi komthi. UCowan ufundisa uDing iswayo ngobuchule bokulwa.
6.2.8Ngoobani abahlasele oonyana benkosi emdudweni? (1\
6.2.9Yayingubani inkosi yamaHlubi? (1\
6.2.10Khetha impendulo echanekileyo kwezi zilandelayo. UDingiswayo wachit ha ixesha elingakanani kwelamaHlubi? Unyaka omnye. Iminyaka emihlanu Iminyaka emithathu Iminyaka emine (1\
6.2.11Nika izizathu EZIBINI ezibangele ukuba uDingiswayo afune ukubuyela kwelabaThethwa. (2\
6.2.12Ngubani unyana wendlu encinane kaJobe? (1\ [40] 1940
7.1Funda esi sicatshulwa uphendule imibuzo elandelayo. ISICATSHULWA J Ngokuqinisekileyo le moto yayijike ngenye yezo ndlela zingena emizini. URobert waqwalasela yonke imizi. Wawumnye umzi owawubiywe ngodonga
7.1.1Khetha impe ndulo echanekileyo kwezi zilandelayo. Yayiyimoto kabani le moto isilivere? Yimoto kaRobert. Yimoto yabakhenkethi. Yimoto yengqonyela yamapolisa. Yimoto kaBuso bukrwentshiweyo. (1\
7.1.2Ngoobani aba babefuna ukuba le moto? (1\
7.1.3Chonga isivakalisi esibonisa ukuba uRobert wayesoyika ukuya kwakhe eludongeni. (2\
7.1.4Kwakutheni ukuze uRobert aye kule ndlu inodonga oluphezulu? (1\
7.1.5Xel a ukuba nguwuphi umlinganiswa othethe la mazwi: Kufanele wazi ukuba ukuthand izinto e zikude nawe kuyabulala, mhlekazi. (1\
7.1.6cinga ukuba kutheni udonga lwendlu lwakhiwa lwalude? (2\
7.1.7Chaza ukuba kwakutheni ukuze ibe nombala omaruni imoto kaRobert. (2\
7.1.8Chaza izinto EZINTATHU ezazis enzek a kwigaraji eseyadini emva kokubanjwa kukaRobert (3\
7.1.9Nika isizathu sokuba uRobert a nqwenel e ukuba amapolisa abe kho ngeli xesha abona iimot o ezininzi eyadini. (1\
7.1.1Chaza ukuba ibiwe njani iholide yosapho lukaRobert kule ncwadi. (2\ 20
7.1.11Tshatisa umlingani swa okuKHOLAM B entetho echanekileyo kuKHOLAM A. Bhala kuphela uno bumba nenombolo e fanelekileyo. Umzekelo: (e\ = (vii\
7.2Funda esi sicatshulwa uphendule imibu zo elandelayo. ISICATSHULWA K URobert wathatha imali wajika. Kwakukho enye indoda emva kwakhe ngqo. Yagila uRobert laza lawa phantsi ikhadi lebhanki likaRobert. 'Owu uxolo,'
7.2.1Chaza isizathu sokuba uRobert atsale imali kumatshini webhanki ngale mini. (2\
7.2Bangaphi abantwana bolu sapho luya eholideyini? (1\
7.2.3Wayephi uElizabeth noMichael ngeli xesha kuthengwa ukutya? (1\
7.2.4Ingaba esi sicatshulwa sebali sibonisa ubomi basedolophini okanye basezilalini? Xhasa impendulo yakho. (2\
7.2Chaza isizathu sokuba uGrace aqwalasele ixabiso lento nganye phambi kokuyifaka etrolini. (1\ 21
2.6Ingaba le ndoda igila uRobert yamgila ngempazamo? Xhasa impendulo yakho. (2\
7.2.7Kwakutheni ukuze uRobert ancume aqobele uGrace iliso? (1\
7.2.8Kwakutheni ukuze uRobert eme ngesiquphe emva kokuphuma esuphamakethi? (2\
7.2.9Nika isizathu sokulila kukaGrace emva kokuphuma kwakhe esuphamakethi. (1\
7.2.10Wenza ntoni uRobert emva kokushiya usapho lwakhe ngaphandle esuphamakethi? (1\
7.2.11Kwenzeke ntoni ebantwaneni emva kokubonwa kwabo ngamasela emotweni? (2\
7.2.12Bhala ezi z iganeko ngokulandelelana kwazo kule drama, ukusukela ku A ukuya ku D. Umzekelo: C Usapho luyahamba hamba ngaselwandle. Bayafika elwandle bothule imithwalo yabo.