IsiXhosa HL P1

May-June 2016 โ€” Grade 12 / Matric โ€” IsiXhosa

Past Paper 2016 Grade 12 IsiXhosa - HL IsiXhosa Hub โ†’
โ†“ Download PDF Facebook X ๐Ÿ“„ 820.5 KB View Memorandum
Preparing document

๐Ÿ“‹ Document Analysis

๐Ÿ“„ 12 pages ๐Ÿ“ 26 items found ๐Ÿ”‘ 1 key info
See full analysis

Questions โ€” A Preview of What to Expect in the Document

26
This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
1.1Funda esi SICATSHULWA uze uphendule imibuzo elandelayo. ISICATSHULWA A UNQONGOPHALO LWESIDIMA Isidima sifana nqwa nentlonipho. Intlonipho luhloni athi umntu abe nalo lokuhlonela omnye umntu ukususela kongasekhoyo ukuya
1.1.2Yintoni intlonipho? Nika isiqhamo sokuba nentlonipho. (1\ (1\ Jonga kumhlathi wesi bini
1.1.4Xela umsebenzi owawusenziwa yintlonipho kumntu onayo mandulo. Caphula isivakalisi esibonisa ukuba umntu ebenga qhayisi akwenza into engalunganga kuluntu (1\
1.1.6Ibachaphazela njani abantu into yokuphela kwezidima zamakhaya? Silahleka njani isidima sobudoda? (2\ (1\
1.1.7Khetha impendulo echanekileyo kwezi zilandelayo: Ngumntu onjani oyimpangampanga? Ngumntu onengqondo engasebenzi kakuhle. Ngumntu onomzimba ongemkhulu kuyaphi. Ngumntu onemali engeninzi kakhulu. Ngumntu onesimilo esingesihle kwaphela.
1.1.9Ngqina uluvo lokuba isidima asithathi nkululeko eluntwini. Ibonisa simo sini emntwaneni into yokuphendula umzali athi, 'Ndifuze wena'? (2\ (2\ Jonga kumhlathi w esihlanu
1.1.11Nika into ibe NYE awayeyolele ngayo uNtsikana echaphazela gwenxa izimo zolutsha Inganaziphumo zini into yokungawulandeli umyolelo wabazali ngokoluvo lwakho? (1\ (2\
1.1.12Kulungile ukuncama isidima ngenxa yokufuna ulonwabo? Xhasa impendulo yakho. (2\
1.1.14Shwankathela ngesivakalisi ESINYE imeko ababakuyo abantu ngenxa yokukopa kwezinye iintlanga. Ufunde ni wena kumhlathi wesixhenxe? (1\ (2\
1.2ISICATSHULWA B: OKUBONWAYO [Ucatshulwe kwi intanethi www.google search.com
1.2.2Nika into engaqhelekanga eyenzeka kulo mfanekiso. Bonisa into ibe NYE echaza ukuba le ntombazana ikulo mfanekiso ayimhoyanga umntu omdala othetha embokweni. (1\ (1\
1.2.4Iveza ntoni into yokuthetha embokweni kwalo mntu mdala? Ucinga ukuba zixhobo zonxibelelwano ezisetyenziswe kulo mfanekiso zingaluphucula unxibelelwano phakathi kolutsha nabadala Xhasa impendulo yakho.
1.2.5Ngqina ngokwenzeka kulo mfanekiso nokwenzeka KWISICATSHULWA A kumhlathi wesi 6 ukuba ukungabi nasimilo akunabudala. (4\ AMANQAKU ECANDELO A:
3.2Sijoliswe koobani esi sibhengezo ntengiso? Kutheni libhalwe ngefonti enkulu igama 'kwaNgcibintanda'? (1\ (1\
3.3Chonga isivakalisi esibonisa ulwimi oluqhathayo olukwesi sibhengezo ntengiso. (2\
3.4Kubonisa ntoni oku kutsalatsalana kwala maqela mabini ngokwalo mfanekiso (1\ $$ .. //+$# #/ &#%;IV`H5@
3.6Lunanzuzo ni umanyano kubanini mashishini ngokwesi sibhengezo ntengiso? Uphuhlisa luvo luni umbhali ngokungakhethi sini kula maqela mabini atsalanayo? (1\ (2\ Bhala isichasi sesenzi esingezantsi Chwechwela
3.8Nika isilogani es ithetha into ENYE si sesi sibhengezo ntengiso Umanyano gamandla [10]10
4.1Uzama ukuveza ntoni umbhali ngenkangeleko yomntu omi ec aleni kwebhasi KWIBHOKISI YOKU ? Xhasa impendulo yakho. (2\
4.2Khetha impendulo echanekileyo kwezi zilandelayo Nika isithethantonye segama khawundincazele elisetyenziswe kwikhathuni. Khawundiboleke Khawundithengisele Khawundiphe Khawundingcamlise
4.3Abonisa ntoni amazwi omntu othetha KWIBHOKISI YESI 2 ngesimo sakhe (1\
4.4msi wemoto EKWIBHOKISI YESI 3 unagalelo lini kokusingqongileyo (2\ Yintoni injongo yombhali ngale khathuni? (2\ Injani imvakalelo yomntu othetha
5.5Bhala esi sivakalisi silandelayo sibe kwixesha eliya kuza. Yiyo ke le nto namhlanje behlangabezana ngobubele. (2\ 12
5.6Lungisa isiphene kwesi sivakalisi silandelayo. Kungokunje uMnu Thomson lo wayesele esisigwili. (1\
5.7Luhlobo luni lwesakhi olukrwelelwe umgca ngaphantsi kwisivakalisi esilandelayo? UMakinana noMnu. Thomson besebenza ... (1\
5.8Guqula isivakalisi esingezantsi sibe kwimo elandulayo Waba lusizi kunene (2\ [10] AMANQAKU ECANDELO C: AMANQAKU EWONKE:10

Mark Allocation

Sections10 + 10 + 10 = 30 marks

Key Information

Websitewww.google.com

Paper information

SubjectIsiXhosa
Year2016
SessionMay-June
TypePast Paper
PaperPaper 1
LanguageIsiXhosa (HL โ€” verified from PDF)
Pages12
Downloads15

Examination context

Decade2010s
Years ago10y
Seasonโ€”
Start dayโ€”
Exam periodโ€”
Days since examโ€”

About IsiXhosa examination preparation

Grade 12 IsiXhosa past examination resources support preparation for language, comprehension, and written-response components.

Every available Grade 12 IsiXhosa past paper and memorandum is collected in the IsiXhosa hub at isixhosa.freemode.co.za โ€” browse all years, sessions and languages in one place.

How to use this resource for revision

A past examination paper is most useful when it is treated as an active revision exercise. Try the questions yourself before checking the corresponding memorandum. Where you make an error, identify the reason โ€” was it a knowledge gap, a calculation mistake, an interpretation issue, or an examination technique problem?

For stronger examination practice, complete the paper without unnecessary interruptions and keep track of the questions that take the most time. Afterwards, review the memorandum and separate knowledge gaps from mistakes caused by interpretation, calculation, structure, or examination technique.

comprehension
language knowledge
interpretation
written expression
examination technique

A practical revision approach

Complete the paper without referring to answers, then use the memorandum to identify areas where comprehension, language knowledge, or written expression can be improved.

Grade 12 subject hubs

Each matric subject has its own dedicated hub on Freemode with every past paper and marking memorandum we have archived for that subject.

Corresponding marking memorandum

Marking memorandum available

Use the corresponding memorandum after completing the paper to review your answers and identify areas that require further revision. The memorandum shows the marking approach used by DBE examiners, including method-mark allocations.

IsiXhosa HL P1 memo โ†’

File details

File size820.5 KB
Pages12
Archived on7 September 2026
File age46d
ContributorFreeMode
FingerprintF1F2F7C9AF74

Questions and learner discussion

Log in to ask a question or leave a review.

No questions or discussions have been posted yet.